ABagwebi 15:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 AmaFilisti athi: “Ngubani owenze le nto?” Kwathiwa kuwo: “NguSamson umkhwenyana womTimna, kuba uthathe umfazi wakhe wamnika umkhaphi wakhe.”+ Akuyiva loo nto, amaFilisti enyuka, amtshisa loo mfazi kunye notata wakhe.+
6 AmaFilisti athi: “Ngubani owenze le nto?” Kwathiwa kuwo: “NguSamson umkhwenyana womTimna, kuba uthathe umfazi wakhe wamnika umkhaphi wakhe.”+ Akuyiva loo nto, amaFilisti enyuka, amtshisa loo mfazi kunye notata wakhe.+