ABagwebi 15:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngoko kwehla amadoda akwaYuda ayi-3 000 aya kumqolomba weliwa iEtam aza athi kuSamson: “Awazi na ukuba silawulwa ngamaFilisti?+ Ungayenza njani ke into enje kuthi?” Wathi kuwo: “Ndiwenze le nto nawo andenze yona.”
11 Ngoko kwehla amadoda akwaYuda ayi-3 000 aya kumqolomba weliwa iEtam aza athi kuSamson: “Awazi na ukuba silawulwa ngamaFilisti?+ Ungayenza njani ke into enje kuthi?” Wathi kuwo: “Ndiwenze le nto nawo andenze yona.”