-
ABagwebi 15:18IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
18 Emva koko wanxanwa kakhulu, waza wakhala kuYehova esithi: “Nguwe omsindisileyo umkhonzi wakho. Kodwa ngoku ngaba ndimele ndife lunxano ndize ndiwele ezandleni zabantu abangolukanga?”
-