ABagwebi 15:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ngoko uThixo wavula umngxuma owawuseLehi, kwaza kwaphuma amanzi kuwo.+ Wathi akusela kuwo, abuya amandla akhe* waza waphila. Yiyo le nto wawubiza ngokuba yiEn-hakore,* eseseLehi de kube namhlanje.
19 Ngoko uThixo wavula umngxuma owawuseLehi, kwaza kwaphuma amanzi kuwo.+ Wathi akusela kuwo, abuya amandla akhe* waza waphila. Yiyo le nto wawubiza ngokuba yiEn-hakore,* eseseLehi de kube namhlanje.