-
ABagwebi 16:3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Kodwa uSamson walala apho de kwaba sezinzulwini zobusuku. Wavuka ezinzulwini zobusuku waza wabamba iingcango zegeyithi yesixeko nezibonda ezisecaleni ezibini, wazincothula kunye nomvalo. Wazixwaya emagxeni, waya nazo encotsheni yentaba ejongene neHebron.
-