-
ABagwebi 16:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 Wamlalisa emadolweni akhe, wabiza umntu waza wayicheba imiphotho esixhenxe yentloko yakhe. Emva koko uDelila waba namandla kunaye, kuba uSamson wayephelelwa ngamandla.
-