ABagwebi 16:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Wakhwaza wathi: “Mandife namaFilisti!” Wazityhala ngamandla akhe onke, yaza indlu yawela phezu kweenkosi nabo bonke abantu ababekuyo.+ Ngoko xa wayesifa wabulala abantu abaninzi kunabo wayebabulele esaphila.+
30 Wakhwaza wathi: “Mandife namaFilisti!” Wazityhala ngamandla akhe onke, yaza indlu yawela phezu kweenkosi nabo bonke abantu ababekuyo.+ Ngoko xa wayesifa wabulala abantu abaninzi kunabo wayebabulele esaphila.+