ABagwebi 16:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Emva koko abantakwabo nayo yonke intsapho katata wakhe behla bazokumthatha. Banyuka naye baya kumngcwabela phakathi kweTsora+ ne-Eshtawoli kwingcwaba likaManowa+ utata wakhe. USamson wayengumgwebi kwaSirayeli iminyaka eyi-20.+
31 Emva koko abantakwabo nayo yonke intsapho katata wakhe behla bazokumthatha. Banyuka naye baya kumngcwabela phakathi kweTsora+ ne-Eshtawoli kwingcwaba likaManowa+ utata wakhe. USamson wayengumgwebi kwaSirayeli iminyaka eyi-20.+