3 Ngoko loo ndoda yawabuyisela kumama wayo amaqhosha esilivere ayi-1 100, kodwa yena wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiza kuyenza ngcwele kuYehova le silivere iphuma esandleni sam, ukuze unyana wam enze ngayo umfanekiso oqingqiweyo nomfanekiso wesinyithi.+ Ndiyibuyisela kuwe ke.”