ABagwebi 17:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kwakukho ityendye lomfana waseBhetelehem+ kwaYuda, elaliphuma kwintsapho yakwaYuda. LalingumLevi+ owayesele ehlala apho kangangethuba.
7 Kwakukho ityendye lomfana waseBhetelehem+ kwaYuda, elaliphuma kwintsapho yakwaYuda. LalingumLevi+ owayesele ehlala apho kangangethuba.