ABagwebi 18:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye ngaloo mihla isizwe samaDan+ sasizifunela ilifa ukuze sihlale kulo, kuba kude kube ngoko sasingazange sifumane lifa phakathi kwezizwe zakwaSirayeli.+
18 Ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye ngaloo mihla isizwe samaDan+ sasizifunela ilifa ukuze sihlale kulo, kuba kude kube ngoko sasingazange sifumane lifa phakathi kwezizwe zakwaSirayeli.+