7 Ngoko la madoda mahlanu ahamba aya kutsho eLayishe.+ Abona indlela ababengaxhomekekanga mntwini ngayo abantu bakhona, kanye njengamaSidon. Babezolile, bengacingeli nto,+ yaye kwakungekho mcinezeli ubaphazamisayo. Babekude namaSidon, kungekho nto ibadibanisa nabanye abantu.