ABagwebi 18:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Enyuka aya kumisa inkampu eKiriyati-yarim+ kwaYuda. Yiyo le nto loo ndawo, engakwintshona yeKiriyati-yarim, ibizwa ngokuba yiMahane-dan*+ de kube namhlanje.
12 Enyuka aya kumisa inkampu eKiriyati-yarim+ kwaYuda. Yiyo le nto loo ndawo, engakwintshona yeKiriyati-yarim, ibizwa ngokuba yiMahane-dan*+ de kube namhlanje.