ABagwebi 18:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Emva koko, laa madoda mahlanu awayeye kuhlola ilizwe laseLayishe+ athi kubantakwabo: “Benisazi na ukuba kwezi zindlu kukho iefodi, izithixo zekhaya, umfanekiso oqingqiweyo nomfanekiso wesinyithi?+ Cingani ukuba nimele nithini.”
14 Emva koko, laa madoda mahlanu awayeye kuhlola ilizwe laseLayishe+ athi kubantakwabo: “Benisazi na ukuba kwezi zindlu kukho iefodi, izithixo zekhaya, umfanekiso oqingqiweyo nomfanekiso wesinyithi?+ Cingani ukuba nimele nithini.”