ABagwebi 18:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Emva koko amaDan azimisela laa mfanekiso uqingqiweyo;+ yaye uYonatan+ unyana kaGershom,+ unyana kaMoses, noonyana bakhe baba ngababingeleli kwisizwe sakwaDan de abahlali belo lizwe bathinjwa.
30 Emva koko amaDan azimisela laa mfanekiso uqingqiweyo;+ yaye uYonatan+ unyana kaGershom,+ unyana kaMoses, noonyana bakhe baba ngababingeleli kwisizwe sakwaDan de abahlali belo lizwe bathinjwa.