ABagwebi 19:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ngaloo mihla, xa kwakungekho kumkani kwaSirayeli,+ kwakukho omnye umLevi owayehlala emagqagaleni kummandla weentaba wakwaEfrayim.+ Wathatha intombi yaseBhetelehem*+ kwaYuda yaba ngumfazi wakhe.
19 Ngaloo mihla, xa kwakungekho kumkani kwaSirayeli,+ kwakukho omnye umLevi owayehlala emagqagaleni kummandla weentaba wakwaEfrayim.+ Wathatha intombi yaseBhetelehem*+ kwaYuda yaba ngumfazi wakhe.