ABagwebi 19:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kodwa lo mfazi akazange athembeke* kuye, ibe wayishiya indoda yakhe wabuyela endlini katata wakhe eBhetelehem kwaYuda. Wahlala apho iinyanga ezine.
2 Kodwa lo mfazi akazange athembeke* kuye, ibe wayishiya indoda yakhe wabuyela endlini katata wakhe eBhetelehem kwaYuda. Wahlala apho iinyanga ezine.