-
ABagwebi 19:3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Ngoko indoda yakhe yamlandela ukuze imcenge ukuba abuye; yayihamba nesicaka sayo needonki ezimbini. Lo mfazi wayingenisa endlini katata wakhe. Wathi utata walo mfazi akuyibona, wayamkela ngezandla ezishushu.
-