ABagwebi 19:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Xa yayiphakama le ndoda ifuna ukuhamba nomfazi wayo* nesicaka sayo, utata wentombi wathi kuyo: “Jonga! Amathunzi anabile. Ndiyakucela, khawulale. Sele kuhlwile. Hlala wonwabe nangokuhlwanje. Ningavuka ekuseni ngomso nigoduke.”*
9 Xa yayiphakama le ndoda ifuna ukuhamba nomfazi wayo* nesicaka sayo, utata wentombi wathi kuyo: “Jonga! Amathunzi anabile. Ndiyakucela, khawulale. Sele kuhlwile. Hlala wonwabe nangokuhlwanje. Ningavuka ekuseni ngomso nigoduke.”*