-
ABagwebi 20:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Siza kuthatha amadoda ayi-10 kwayi-100 kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli, ayi-100 kwayi-1 000, nayi-1 000 kwayi-10 000, afunele umkhosi ukutya, ukuze uhlasele iGibheya yakwaBhenjamin, ngenxa yenyala elenzileyo kwaSirayeli.”
-