ABagwebi 20:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kusakwenzeka loo nto, amadoda akwaSirayeli enyuka aya eBheteli. Ahlala apho alila phambi koYehova,+ azila ukutya+ ngaloo mini de kwangokuhlwa, aza enza umnikelo otshiswayo+ nomnikelo wobuhlobo+ phambi koYehova.
26 Kusakwenzeka loo nto, amadoda akwaSirayeli enyuka aya eBheteli. Ahlala apho alila phambi koYehova,+ azila ukutya+ ngaloo mini de kwangokuhlwa, aza enza umnikelo otshiswayo+ nomnikelo wobuhlobo+ phambi koYehova.