ABagwebi 20:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 UYehova wawoyisa amaBhenjamin+ phambi kwamaSirayeli, ibe ngaloo mini amaSirayeli abulala amadoda akwaBhenjamin ayi-25 100, onke exhobe ngamakrele.+
35 UYehova wawoyisa amaBhenjamin+ phambi kwamaSirayeli, ibe ngaloo mini amaSirayeli abulala amadoda akwaBhenjamin ayi-25 100, onke exhobe ngamakrele.+