ABagwebi 21:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Babuza: “Ngubani kwizizwe zakwaSirayeli ongezanga kuYehova eMizpa?”+ Kwathi kanti akukho namnye waseYabheshe-giliyadi uzileyo kwinkampu elalikuyo ibandla.
8 Babuza: “Ngubani kwizizwe zakwaSirayeli ongezanga kuYehova eMizpa?”+ Kwathi kanti akukho namnye waseYabheshe-giliyadi uzileyo kwinkampu elalikuyo ibandla.