Rute 1:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 1 Ngemihla yokulawula kwabagwebi,+ kwabakho indlala elizweni, yaza enye indoda yafuduka eBhetelehem,+ kwaYuda, yaya kuhlala kwiilali* zakwaMowabhi,+ yona nomfazi noonyana bayo ababini. Rute ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:1 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 33-35 IMboniselo,7/1/2012, iphe. 23
1 Ngemihla yokulawula kwabagwebi,+ kwabakho indlala elizweni, yaza enye indoda yafuduka eBhetelehem,+ kwaYuda, yaya kuhlala kwiilali* zakwaMowabhi,+ yona nomfazi noonyana bayo ababini.