Rute 1:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngoko yena noomolokazana bakhe bazishiya iilali zakwaMowabhi, kuba weva ekwaMowabhi ukuba uYehova ubakhumbule abantu bakhe waza wabanika ukutya.* Rute ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:6 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 36 IMboniselo,7/1/2012, iphe. 25
6 Ngoko yena noomolokazana bakhe bazishiya iilali zakwaMowabhi, kuba weva ekwaMowabhi ukuba uYehova ubakhumbule abantu bakhe waza wabanika ukutya.*