-
Rute 1:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 Baphinda bakhala, emva koko uOrpa waphuza umazala wakhe waza wemka. Kodwa yena uRute akazange amshiye.