Rute 1:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kodwa uRute wathi: “Sukundicenga ukuba ndikushiye, ndingahambi nawe; ndiza kuya naphi na apho uya khona, ndilale naphi na apho ulala khona. Abantu bakho baza kuba ngabantu bam, noThixo wakho abe nguThixo wam.+ Rute ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:16 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 37-38 IMboniselo,7/1/2012, iphe. 26
16 Kodwa uRute wathi: “Sukundicenga ukuba ndikushiye, ndingahambi nawe; ndiza kuya naphi na apho uya khona, ndilale naphi na apho ulala khona. Abantu bakho baza kuba ngabantu bam, noThixo wakho abe nguThixo wam.+