-
Rute 1:17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
17 Ndiza kufela apho ufela khona, ndingcwatyelwe apho. Kwanga uYehova angandohlwaya, ade andiphinde, ukuba kungakho nantoni na endahlukanisa nawe ngaphandle kokufa.”
-