Rute 2:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 UBhohazi wathi: “Ndiyive yonke into oyenzele umazala wakho emva kokusweleka komyeni wakho, nendlela oye wamshiya ngayo utata nomama wakho, nelizwe lakho, nabantu bakowenu, weza kubantu ongabaziyo.+ Rute ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:11 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 41 IMboniselo,7/1/2012, iphe. 28
11 UBhohazi wathi: “Ndiyive yonke into oyenzele umazala wakho emva kokusweleka komyeni wakho, nendlela oye wamshiya ngayo utata nomama wakho, nelizwe lakho, nabantu bakowenu, weza kubantu ongabaziyo.+