-
Rute 2:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 Xa kwafika ixesha lokutya, uBhohazi wathi kuye: “Yiza apha, thatha isonka, usithi nkxu kule viniga, utye.” Ngoko wahlala phantsi ecaleni kwabavuni. UBhohazi wamnika iinkozo ezigcadiweyo, watya wanela, kwada kwakho ezishiyekayo.
-