Rute 2:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova, oye waqhubeka ebathanda abaphilayo nabafileyo.”+ Wongeza wathi: “Le ndoda iyazalana nathi.+ Ingomnye wabahlawuleli bethu.”*+ Rute ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:20 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 43-45 IMboniselo,10/1/2012, iphe. 20-21
20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova, oye waqhubeka ebathanda abaphilayo nabafileyo.”+ Wongeza wathi: “Le ndoda iyazalana nathi.+ Ingomnye wabahlawuleli bethu.”*+