Rute 3:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko wathi: “Kwanga uYehova angakusikelela, ntombi yam. Ngoku uthando lwakho olungagungqiyo lubonakele ngakumbi kunakuqala,+ ngokungaleqi abafana, nokuba bangamahlwempu okanye bazizityebi. Rute ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:10 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 47 IMboniselo,10/1/2012, iphe. 22
10 Ngoko wathi: “Kwanga uYehova angakusikelela, ntombi yam. Ngoku uthando lwakho olungagungqiyo lubonakele ngakumbi kunakuqala,+ ngokungaleqi abafana, nokuba bangamahlwempu okanye bazizityebi.