Rute 4:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kudala kwaSirayeli, xa abantu bethengiselana okanye bevumelana ngento ethile, umntu wayekhulula imbadada+ ayinike lowo enza isivumelwano naye. Loo nto yayisenza eso sivumelwano sibe semthethweni kwaSirayeli.
7 Kudala kwaSirayeli, xa abantu bethengiselana okanye bevumelana ngento ethile, umntu wayekhulula imbadada+ ayinike lowo enza isivumelwano naye. Loo nto yayisenza eso sivumelwano sibe semthethweni kwaSirayeli.