1 Samuweli 1:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ngoko uHana wakhulelwa unyaka ungekapheli, wazala unyana, wambiza ngokuba+ nguSamuweli,* kuba wayesithi, “ndimcele kuYehova.”
20 Ngoko uHana wakhulelwa unyaka ungekapheli, wazala unyana, wambiza ngokuba+ nguSamuweli,* kuba wayesithi, “ndimcele kuYehova.”