1 Samuweli 1:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UElikana umyeni wakhe wathi kuye: “Yenza loo nto uyibona ilungile.* Hlala ekhaya de uyilumle. Kwanga uYehova angaqinisekisa ukuba uyayenza loo nto uyithethileyo.” Ngoko umfazi wahlala ekhaya waza wancancisa unyana wakhe wada wamlumla.
23 UElikana umyeni wakhe wathi kuye: “Yenza loo nto uyibona ilungile.* Hlala ekhaya de uyilumle. Kwanga uYehova angaqinisekisa ukuba uyayenza loo nto uyithethileyo.” Ngoko umfazi wahlala ekhaya waza wancancisa unyana wakhe wada wamlumla.