1 Samuweli 1:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Wathi akumlumla, wenyuka naye baya eShilo, kunye nenkunzi yenkomo eneminyaka emithathu ubudala ne-efa* yomgubo nengqayi enkulu yewayini,+ waza wangena endlini kaYehova eShilo+ nenkwenkwana leyo.
24 Wathi akumlumla, wenyuka naye baya eShilo, kunye nenkunzi yenkomo eneminyaka emithathu ubudala ne-efa* yomgubo nengqayi enkulu yewayini,+ waza wangena endlini kaYehova eShilo+ nenkwenkwana leyo.