1 Samuweli 2:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UYehova uza kubakroboza abo balwa naye.*+Xa ekhuphela umsindo wakhe kubo, aza kududuma amazulu.+ UYehova uza kugweba afikelele nakwezona ndawo zikude emhlabeni,+Uza kumnika amandla ukumkani wakhe+Amnike amandla umthanjiswa wakhe.”*+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:10 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 57 IMboniselo,7/1/2010, iphe. 17 3/15/2005, iphe. 21
10 UYehova uza kubakroboza abo balwa naye.*+Xa ekhuphela umsindo wakhe kubo, aza kududuma amazulu.+ UYehova uza kugweba afikelele nakwezona ndawo zikude emhlabeni,+Uza kumnika amandla ukumkani wakhe+Amnike amandla umthanjiswa wakhe.”*+