1 Samuweli 2:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko uElikana waya kwakhe eRama, kodwa yona inkwenkwana yasebenzela uYehova+ phantsi kukaEli umbingeleli.
11 Emva koko uElikana waya kwakhe eRama, kodwa yona inkwenkwana yasebenzela uYehova+ phantsi kukaEli umbingeleli.