1 Samuweli 2:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kwakhona, kwanangaphambi kokuba loo ndoda ibingelelayo iqhumise ngamanqatha,+ isicaka sombingeleli sasisiya kuyo size sithi: “Nika umbingeleli inyama aza kuyoja. Akayifuni inyama ebilisiweyo, mnike engekaphekwa.”
15 Kwakhona, kwanangaphambi kokuba loo ndoda ibingelelayo iqhumise ngamanqatha,+ isicaka sombingeleli sasisiya kuyo size sithi: “Nika umbingeleli inyama aza kuyoja. Akayifuni inyama ebilisiweyo, mnike engekaphekwa.”