1 Samuweli 2:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 UEli wamsikelela uElikana nomfazi wakhe, wathi: “Kwanga uYehova angakupha umntwana ngalo mfazi endaweni yalo kubolekiswe ngaye kuYehova.”+ Emva koko bagoduka.
20 UEli wamsikelela uElikana nomfazi wakhe, wathi: “Kwanga uYehova angakupha umntwana ngalo mfazi endaweni yalo kubolekiswe ngaye kuYehova.”+ Emva koko bagoduka.