1 Samuweli 2:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ke yena uEli wayemdala kakhulu, kodwa wayezivile zonke izinto ezazisenziwa ngoonyana bakhe kuSirayeli wonke.+ Wayevile nokuba babelala nabafazi ababesebenza kumnyango wentente yokuhlangana.+
22 Ke yena uEli wayemdala kakhulu, kodwa wayezivile zonke izinto ezazisenziwa ngoonyana bakhe kuSirayeli wonke.+ Wayevile nokuba babelala nabafazi ababesebenza kumnyango wentente yokuhlangana.+