1 Samuweli 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ukuba umntu wona umntu, omnye unokumcelela uxolo kuYehova,* kodwa ukuba umntu wona uYehova,+ ngubani na onokumthandazela?” Kodwa babengalimameli ilizwi likatata wabo, kuba uYehova wayesele ezimisele ukubabulala.+
25 Ukuba umntu wona umntu, omnye unokumcelela uxolo kuYehova,* kodwa ukuba umntu wona uYehova,+ ngubani na onokumthandazela?” Kodwa babengalimameli ilizwi likatata wabo, kuba uYehova wayesele ezimisele ukubabulala.+