1 Samuweli 2:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kweza umntu kaThixo kuEli wathi: “Uthi uYehova: ‘Andizange na ndizityhile ngokucacileyo kwindlu katata wakho ngoxa babeseYiputa bengamakhoboka endlini kaFaro?+
27 Kweza umntu kaThixo kuEli wathi: “Uthi uYehova: ‘Andizange na ndizityhile ngokucacileyo kwindlu katata wakho ngoxa babeseYiputa bengamakhoboka endlini kaFaro?+