28 Yaye wakhethwa phakathi kwazo zonke izizwe zakwaSirayeli,+ ukuze abe ngumbingeleli wam aze anyuke esibingelelweni sam+ ukuze abingelele, atshise isiqhumiso esiqholiweyo, aze anxibe iefodi phambi kwam. Ndanika indlu kakhokho wakho yonke iminikelo etshiswa ngomlilo yamaSirayeli.+