1 Samuweli 2:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Into eza kwehlela oonyana bakho ababini, uHofeni noFinehasi, iza kuba luphawu kuwe: Baza kufa ngemini enye bobabini.+
34 Into eza kwehlela oonyana bakho ababini, uHofeni noFinehasi, iza kuba luphawu kuwe: Baza kufa ngemini enye bobabini.+