1 Samuweli 3:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ngelo xesha inkwenkwana uSamuweli yayisebenzela+ uYehova phantsi kukaEli, kodwa ngaloo mihla lalinqabile ilizwi elivela kuYehova, nemibono+ ingaxhaphakanga.
3 Ngelo xesha inkwenkwana uSamuweli yayisebenzela+ uYehova phantsi kukaEli, kodwa ngaloo mihla lalinqabile ilizwi elivela kuYehova, nemibono+ ingaxhaphakanga.