1 Samuweli 4:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Xa abantu babuyela enkampini, abadala bakwaSirayeli bathi: “Kutheni uYehova esiyekele soyiswa* namhlanje ngamaFilisti?+ Masithathe ityeya yesivumelwano kaYehova eShilo,+ ukuze ibe kunye nathi ize isisindise kwiintshaba zethu.” 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:3 IMboniselo,9/15/2015, iphe. 32
3 Xa abantu babuyela enkampini, abadala bakwaSirayeli bathi: “Kutheni uYehova esiyekele soyiswa* namhlanje ngamaFilisti?+ Masithathe ityeya yesivumelwano kaYehova eShilo,+ ukuze ibe kunye nathi ize isisindise kwiintshaba zethu.”