1 Samuweli 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ngoko abantu bathumela amadoda eShilo, aza ayithwala ityeya yesivumelwano kaYehova wemikhosi, ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+ Oonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi,+ nabo babelapho kunye netyeya yesivumelwano kaThixo wokwenene.
4 Ngoko abantu bathumela amadoda eShilo, aza ayithwala ityeya yesivumelwano kaYehova wemikhosi, ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+ Oonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi,+ nabo babelapho kunye netyeya yesivumelwano kaThixo wokwenene.