1 Samuweli 4:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko alwa amaFilisti waza uSirayeli woyiswa,+ yaye ngamnye wabalekela ententeni yakhe. Kwafa abantu abaninzi. Kwicala likaSirayeli kwawa amajoni ahamba ngeenyawo ayi-30 000.
10 Ngoko alwa amaFilisti waza uSirayeli woyiswa,+ yaye ngamnye wabalekela ententeni yakhe. Kwafa abantu abaninzi. Kwicala likaSirayeli kwawa amajoni ahamba ngeenyawo ayi-30 000.