-
1 Samuweli 4:18IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
18 Yathi nje loo ndoda yakuthetha ngeTyeya kaThixo wokwenene, uEli wawa ngomva esitulweni ecaleni kwegeyithi, wophuka intamo waza wafa, kuba wayemdala yaye emkhulu. Wayengumgwebi wakwaSirayeli kangangeminyaka eyi-40.
-